Zobuya nin iinkomo Lyrics

“When the dark of the night is over our cows will come back from foreign pastures.”
 
chorus1:
Zobuya nin’ iinkomo
Emathafeni
(Zobuy’ ekuseni)
 
Zobuya nin’ iinkom’ emadlelweni
Emathafen’ ezizwe (Liyana)
Zobuya nin’ iinkomo (liyana)
Zobuya nini (kuseni)
 
verse:
Bophela nin’ obumnyama
Sekusile
Ndibon’ ubuhle belanga
Phezu kweAfrika
Sidudelwe nguJambase
Ntsuku zonke na
 
Zobuya nini iinkomo
Siyobhiyoza
Woyeka nin’ ukuzizonda
Ophola nin’ amanxeba
Kobuy’ ukukhanya
 
Zemk’ iinkomo zethu
Zemka nondiva bethi
Ndiva bethi bangcono kunawe
 
He he he (kuseni)
 
Bathi bangcono kunawe (wo zinodaka kuseni)
Hay’ abangcono kunawe (wo zinodaka kuseni)
Bathi bahle kunawe (wo zinodaka kuseni)
Batsho behleli phezu kwakho
Khaziml’ ilanga ma uzamazama
 

-

Album: 
Kulture Noir
Song Year: 
2010

-

-