Yini ft. Naak Musiq Lyrics

Album: 
Respect the Drumboss 2013
Song Year: 
2013
Genre: 
House
Featuring: 

-

.

SHOW MORE
Lyrics
Ntombazana qoqosh' ismilo sakho
Iqale nini Le uyenzayo kum?
Hayi ayi lunganga (ayi lunganga)

Yin' ingathi awundazi
Yin' ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni
Xa ndingena awundiboni
Yey kwenzeka ntoni

Yin' ingathi awundazi
Yin' ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni
Xa ndingena awundiboni
Yey kwenzeka ntoni

Kutheni undijikele
Ubundi Thanda izolo nje
Kutheni ungasandi thandi
Ubundi bamba izolo nje

Yin' ingathi awundazi
Yin' ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni
Xa ndingena awundiboni
Yey kwenzeka ntoni

Yin' ingathi awundazi
Yin' ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni
Xa ndingena awundiboni
Yey kwenzeka ntoni

Awusandazi pamb'kwabantu
Awusandiboni pamb'kwabantu
Yindlela ondiphethe ngayo le

Awusandazi pamb'kwabantu
Awusandiboni pamb'kwabantu
Yindlela ondiphethe ngayo le

Yin' ingathi awundazi
Yin' ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni
Xa ndingena awundiboni
Yey kwenzeka ntoni

Yin' ingathi awundazi
Yin' ingathi awundiboni
Yini ingathi unentloni
Xa ndingena awundiboni
Yey kwenzeka ntoni

Yey kwenzeka ntoni

Yey kwenzeka ntoni

ingathi unentloni
Xa ndingena awundiboni
Yey kwenzeka ntoni

Yey kwenzeka ntoni

Yey kwenzeka ntoni

ingathi unentloni
Xa ndingena awundiboni
Yey kwenzeka ntoni

-