Uzondilinda ft. Thandiswa Mazwai Lyrics

Album: 
Life Love 'n Music
Song Year: 
2008
Genre: 
Afro Soul
Featuring: 

-

.

(Verse 1)
Zonke
Mna kudala ndihamba, mna ndifun’indlela
Ndazofika kule ndawo, wavum’ umphefumlo wam
Many days and nights, ndihamba ndifun’ ubomi
Nozinik’ ithemba, in my life
 
(Chorus)
Zonke
Uzondilinda, uzondimela, uzonyamezela, noba kutheni na
Andizanga zodlala mna, andizang’zodlala, andizang’zolala
Uzundijongise, ngob’ uzondilinda, uzondimela, uzonyamezela
 
(Verse 2)
Thandiswa
Ndiyintomb’ ezimel’ exakikile, ndiyintomb’ enengcinga zayo
Ndiyintomb’ eyadlisa, ndiyintomb’ enamandla, ndiyintomb’ enamaphupha ayo
 
(Chorus)

-