Undishiyile Lyrics

“He has left me.”
 
chorus:
Denge ntliziyo
Khala moya
Wandishiya
Wandishiya
Wo ha ha
 
verse1:
Uyakwazi kunjani
Ukuthanda Ukuthanda wena
Ndivuka ngenyembezi
Ndilala ndilala
Ngenyembezi
Uyakwazi wena
Uyakwazi wena
 
Ndihlala ndiziqhatha
Ndithi uzobona
Ukuba ndim ndedwa
Okuthandayo
Ndiziqhatha
 
chorus:
 
verse2:
Thetha undifake ntoni na
Endenza ndiphel” amandla
Ndiy’suse
Ndiyisuse ah
Bonke bayandihleka
Bathi ndazenz’ unongendi
Bazi ntoni ngothando
Olumanz’ andonga
Olumanz’ andonga

.