Umthwalo lyrics

Album: 
Loliwe
Song Year: 
2011
Genre: 
Afro Soul

-

.

[Chorus:]
Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Lulala isandla sakho
Andifuni ukufana nabanikezela

[x2] Uuuuuuu Uyandisinad

[Chorus]

Ndinxanyelwe lixesha
Ubomi buyandixhesha
Ndiyakhubeka
Ndifuna ukuphakama
Ndifuna ukubaleka

[Chorus]

[x2] Uuuuuuu Uyandisinad

[x2]
Emhalbeni
Kugcwele ezizinto
Ezinhle nezimbi
iNhliziyo yami bayixakile

[Chorus x2]

[x2] Uuuuuuu Uyandisinad

[x2]
Mna, mna andifuni ukuzika
Mna, mna andifuni ukweyiswa

[Chorus]

[x6] Uuuuuuu Uyandisinad

-