Susan ft Khuli Chana Lyrics

Genre: 
Gospel
Featuring: 

-

.

Hello family,
We gona do this one time and one time only
We would like to take you back to 
A place you have never been before
But you know what? 
You will feel like you've been there
Susan, Susan
I miss you baby; come home
Susan zundikhumbule x2
Imil' ingqondo ayisakwazi nokusebenza
(Ndikhumbul' uSusan wam)
Ebusuku nobuthongo buyandiphelela
Uthando lwakho nyani mna ndinalo
Ntombi yakwa Phalo 
Uyazi ndincom' ubuhle bakho njalo njalo
Njalo xa kubanda uveske ube rongo
Ufuna sihlale all night long'o
Susan zundikhumbule x4
Thula ndivile, ndiyavuma kudala ndimkile
Thula ndivile, kudala neminyak' iphelile
Thula ndivile, ndiyavuma kudala ndimkile
Thula ndivile, ndibuyel' ekhaya
Ndibuyel' ekhaya
Ndithetha nawe Susan x3
Ndithetha nawe
Suzzy ngwana batho
I met her in Thohoyandou
Via mpintji yaka Orlando 
Then we made out in Mmabatho
Lived happily after
Tshepa maaka abatho 
Ditsala tsame di a ntshega
O lahla byang ngwana o
You so foolish
Wapala ngwanyana
O gana ho pala-monona
Are ke rra Dikatara
ne kopa o nthose thle
Wapala ngwanyana
A palama kara abula
Ke di bala ka mosetsana
Susan Zundikhumbule
Ke di bala ka mosetsana
Susan Zundikhumbule
Ndithe ndimjongile ndabona yon' intokazi ezithobile uSusan
Ndabe ndimbonile, etshon' ezansi ezifihlile 
Wayefun' ungabonw' uSusan
Okoko emkile engabonw' uSusan
Yinton' ingxaki khawuthethe Susan
Ndifuna wena lavi khawubuye Susan
Susan Zundikhumbule x4

-