Okutsha Lyrics

Album: 
Country Girl
Song Year: 
2015
Genre: 
Afro Soul

-

.

[Chorus x2]
Masiqale okutsha
Singaphosisani, sibambisane
Ngoba ndisakuthanda

Mhlawumbi nawe uthi kwanele
Awunakholo olush'yekileyo
Okanye uthi sobabini asiboni.
Yiyo lento...

[Chorus]

Ndiyazi kuzoba buhlungu
Uzoxheleka
Nowam umphefumlo uxhelekile
Kodwa masenze okulungileyo

Ndiyabon uvuy' alukho
Koluthando kwethu
Sizoqhubeka kanjani
Sikhohlisana?
Mhlawumbi sesiqhelene

[Chorus x4]