Hay Ihambo Lyrics

“Without unity there is no progress. So from schools, kitchens, mines, farms, positions of power and authority, I call you all to unite so Afrika can have a better day tomorrow”
 
chorus:
Ndambona ehla enyuka
Ehamba ebhaduza
Ejingxela
Liqalaph’ ibali
 
verse1:
Kwabasezikolweni
Emakhitshini
Abaphethe isizwe
Masihlanganeni
Ezimayini
Emasimini
Ehe
Masihlanganeni
Iyadibanan’ ihambo
Inamafutha lenqwelo
Iyaphi na lo ndlela
Uyandidinga mna
Uyandidinga
 
chorus:
 

-

Album: 
Kulture Noir
Song Year: 
2010

-

-