Bhomba Lyrics

Sitya amacala enkomo zabantu
ngoba ndimncinci ndipunki ndingaka
Umubi ufana nengulube eb'sweni
Wahlahl'amehlo, ngath'isele selitshayiswe imoto
 
Hayi jakalashi uthand'into zabantu hayi jakalashi khawuyek'into zabantu

-

Album: 
The Soil
Song Year: 
2013

-

-