Azania Lyrics

Album: 
Kulture Noir
Song Year: 
2010
Genre: 
Jazz

-

.

“Beautyful Azania where’s your dignity? And where is our people’s freedom?”
 
chorus:
Wo Azania
 
verse1:
Wo Azania
WoAzania
Abantwana bakho
Badidekile
Thina abantwana bakho
Abantwana bakho
Badidekile
 
Xa unyathela
Xa unyathela
Nobuhamba ngamadolo (zimase)
Woyeye zi(zimase)
Xa unyathela
Woyeye zizimase
 
verse2:
Seyibhokile intetha bo vumani
Siphalala ngumvandedwa
Wamaphuph’ angafezekanga bo
Ngeke sibe ngamatye
Siph’ inisidima
Xa unyathela mAfrika
Wenza njani