Viva the Legend Lyrics

-

Album: 
Ina Ethe
Song Year: 
2011
Genre: 
Afro Soul

.

[Verse 1]
I hear them saying your name,
And I know you live in me.
I'd say Viva he's a legend
And I'd smile, in my mind we would fly
Averyday of my life watching you,
Ndizidla nangawe
Ndibubona ububele bakho
Ndinjena nje nguwe
Viva you are a legend.

[Chorus]

[Verse 2]
Babekhala bathi balahlekelwe
Boba yintoni na ngaphandle kwakhe yini
Hayi incubeko engako engakuthi
Viva ndiyakwethembisa soze sijike

Wasifundisa uthando
Wasifundisa umhlaba
Wasifundisa ukuhleka
Wasifundisa ukuvana thina
Wasifundisa inyani
Wathi nyamezelani
Wasifundisa uthando,
Uthando lomculo, Viva.

[Chorus]
Viva the legend!
Viva, u r a legend!

[Bridge]

Wasifundisa uthando
Wasifundisa umhlaba
Wasifundisa ukuhleka
Wasifundisa ukuvana thina
Wasifundisa inyani
Wathi nyamezelani
Wasifundisa uthando,
Uthando lomculo Viva.

I hear them say your name and I know you live in me
Viva!