Uyingoma lyrics

Genre: 
Afro Soul

-

.

Unjengengoma, ushay’ ubsuku bonke
Ng’yokwenze njani ngaphandle kwakho
Unjengengoma wena, ushay’ ubsuku bonke
Ng’yokwenze njani ngaphandle kwakho
.
[chorus]
Yhey wena uyingoma (ngoma wena)
Wen’ uyingoma (ngoma wena) x3
Wen’ uyingoma wheyeye(ngoma wena)
ohhh (ngoma wena) x 2
[repeat]
.
(uyingoma wena)
‘Nto zalo mhlaba andizikhathalelanga
Ukuth’ ubani uthini, andinamsebenzi
Ohh, ndyamthand’ ubaby
Unjenge ngoma yena engshay ubsuku bonke
Ng’yokwenze njani ngaphandle kwakho
.
[chorus x2]
.
Lazola wena uyingoma kum
Anytime of the day, any day of the week
Any day of the year
Ohh uyadlisa babe
Uyingoma wena, ushay’ u b’suku bonke
Ng’yokwenze njani ngaphandle kwakho
.
[chorus x2]
.
(Uyingoma wena)
Wooo hooooooo
[reapeat x2]
.
Lalalala x4
Woooooo!
.
You are music sthandwa sam to me
A relentless song engandiniki buthongo
Ingoma endiythanda nanini na
.
Ngoma wena wangena kum
Wenza umzimba wam ikhaya lakho
Watsho kum ngaphakathi
Deep inside of me
.
Oh ngoma ndini;
Wandiphatha ndaguquka
Soze ndiphinde ndiyiv' int’ enje ngalena
.
Ow sthandwa sam, uyingoma!
hoooo hoo, ohh hooo hoooo
Uyingoma wena, ngoma wena x2
.
Ingom’ ephila pha kum emzimbeni,
ingom’ emnandi,
ingom’ engadikiyo woo x2
.
Wen’ uyingoma x4
Woo ingoma engadikiyo woo x2
.
Uyingoma x2
Uyingom' engadikiyo
Ohhh hoooo x2
Ingom' engadikiyo, oh
Yeah baby x2
Oh uyingoma x2
Ingom' engadikiyo
Yeaaaaah baby x2
.
Uh, uyingom'e engadikiyo

-