Ungayiphuli Lyrics

Album: 
Monday To Sunday
Song Year: 
2013
Genre: 
Pop

-

.

[Chorus]
Ungayiphul’ intliziyo yam, ndiyakucela
Ngoba ithath’ isikhath’ ukuphola ma injena

Ndakuthanda ndiqala ukukubona ngamehlw’ enyama
Yatsh' into kum wen’ ungowam
Andikwazi nokulala, ndicinga ngawe kutshon’ ilanga
Ndicel’ ungandiphoxi. Ungowam, ungowam.

[Chorus]

Ndicinga ngawe umzuzu nomzuzu wemini
Xa ndisiva igama lakho, yimincili yodwa
Indlela le ndikthanda ngayo andifuni wen’ uqumbe
Ndizazama konk’ emandleni am, nawe zama konke

[Chorus]

Masambe sishade dali wami
Mina nawe we are meant to be
Masambe sishade dali wami, we dali wami (Ndiyekil' ukudlala)

More songs