Umuntonjani lo lyrics (Ft Nhlanhla Ncinza)

Genre: 
R&B
Featuring: 

-

.

 
  (Chorus 2x)
  Ngumunt'onjani lona
  Onjani lona
  Ongafun'ukuzwa yo yo
  Fun'ukuzwa
  Ngumntonjani lona
  Onjani lona
  Ongafun'ukuzwa yo yo
  Ukumamela
  Impilo yethu inzima aph'ekhaya
  Abantwana bayalila balambile  okudeni
  Sekunjena ngiyabuza ngobangazi
  Ubumnyama busehlelele aph'ekhaya oku utata wasishiya
  Ohh ngoku ngiyindoda mina ndiyidoda
  Ndiyahamba ndithi ndiyekeleni ndiyekeleni
 
  Repeat Chorus
 
  Bhuti wami awundimamele
  It's time to make a change
  And turn your life around
  Think about your sister
  Think about your mother
  They're looking up to you hay hay
  It's time to make a change
  And turn your life around
  Turn your life around
  Repeat Chorus
  Hay booo mhlobo wami yehlis'umoya
  Ngob'impilo yakho
  Oh len'impilo yakho
  Sisi wami ndimamele
  Ngqaki zami zigqakile
  Nawe ngokwakho ngez'ulunge kwezi
  Ungumngani wami ixesh'elide
  Oh yintoni na, kant'intoni na
  Sisi wami ndizamile bomi bami buphelile
  Nawe ngokwakho ngez'ulunge kwezi
 
  Repeat Chorus