Ulithemba Lami Lyrics

Album: 
Joyous 17: Grateful
Song Year: 
2013
Genre: 
Gospel

-

.

Wandithanda ndingekabikh' emhlabeni
Wandithatha wandibek' emandulweni
Kungawe sendicula
Kodwa kudal' ukhona

Ulithemba lam
Inkosi yothando
Owandinik' uxolo
Wandisindis' ebumnyameni

That's why I L.O.V.E You
By the things you do
Uthando lwakho
Wandinik' uJ.E.S.U.S
I'll always say yes
Konk' okuhle kungawe
Kungawe sengicula
Ngidumis' ubukhulu bakho

Ulithemba lam
(Ulithemba oh ulithemba)
Inkosi yothando
(Uyinkosi, nkosi yothando)
Owandinik' uxolo
Wandisindis' ebumnyameni

Wandithanda ndingekabikh' emhlabeni
Wandithatha wandibek' emandulweni
Kungawe sendicula
Ngidumis' ubukhulu bakho

More songs