Susan ft Khuli Chana Lyrics

Album: 
Nostalgic Moments
Song Year: 
2014
Genre: 
Gospel
Featuring: 

-

.

Hello Family
We gon do this one time and one time only
Hey! We would like to take you back to place
Where you’ve never been before
But you know what
You will feel like you’ve been there
Susan, Susan
I miss you baby , come home

[Chorus]
Susan
Sundikhumbule…
Susan
Sundikhumbule…

Imili nqondo ayisakwazi nokusebenza (ndikhumbulu Susan wam’)
Ebusuku nobuthongo buyandiphelela
Uthando lakho nyani mna ndinalo
Ntombi yakwa Balo uyazi
Ngibonu buhle bakho njalo njalo
Njalo-o, xakuba u veske uberongo
Ufunasidlale all night long-o

[Chorus]
Susan
Sundikhumbule…
Susan
Sundikhumbule…

Thula ndivi—le
Ndiyavuma kudhala ndimkile
Thula ndivi—le
Kudhala neminyak’ iphelile
Thula ndivi—le
Ndiyavuma kudhala ndimkile
Thula ndivi-le
Ndibuyele khaya
Ndibuyele khaya…

Ndithetha nawe Susan (x3)
Ndi… thetha na…we…

[Khuli Chana]
Suzzy ngwana wa batho
I met her in Thohoyandou
Via mpinchi yaka Orlando
Then we made up in Mmabatho
Live happily ever after
Tshaba maaka a batho
Ditsala tsame di an tshaga
O latlha jang ngwana o so, fool eish
Wa pala ngwanyana o gana pala-monoana
Are ke rra dikatara
Ne ke kopa o nthuse hle
Wa pala ngwananyana o palama kari
A bala ke bala ka mosetsana susan

Susan
Sundikhumbule…
Susan
Sundikhumbule…
Ndithe ndimjongile
Ndabona yona intokazi ezithobile
uSusan!
Ndaba ndimbonile etshona ezantsi ezifihlile
Wayefuni ukungabonwa uSusan
Okoko emkile engabonwa Susana
Yintoni ingxaki kawuthethe Susan
Ndifuna wena lovie kawubuye Susan

[Chorus]
Susan
Sundikhumbule…
Susan
Sundikhumbule…

More songs