Seperate Lyrics

Album: 
Amazulu
Song Year: 
2016
Genre: 
Afro Soul

-

.

[Repeat]
Bendithi sofa silahlane
Sihlezi sthandane, never seperate
And never seperate

Ndicel' undixelele, ndikwenzeni na?
Ndikunik' uqobo lwam, ndakwakhel' umzi
That was not enough
Ndikuthande ngokwenyaniso
Ndakunik' abantwan' abahle

[Repeat]
Njengob' into zakho zingahambi kahle
Uzoth' uloyiwe

Iinyembezi zam aziweli phansi (x2)
Uzondikhumbula, uzondkhumbula
Uzondkhumbula ndingasekho

Sofa s'lahlane, sihlezi sthandane
And never seperate (x2)
Bendithi sofa slahlane
Sihlezi sthandane and never seperate
And never seperate