Poyiyane ft Ringo Madlingozi Lyrics

Album: 
Respect the Drumboss 2015
Song Year: 
2015
Genre: 
House
Featuring: 

-

.

[Repeat]
Buya kunje.
Ndyakthanda
Noba sekutheni na baby, ndyakuthanda
Buya noba bekutheni na
Uthando lwam.
Oh ndyakthanda

[Repeat]
Uyivile leyo uyivileyo
Uyayithemba leyo uyithembayo

[Chorus]
Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana
Litshomi zakho ziyakulahlekisa

[Repeat]
Bamba nasi' isandla sam
Ungandiyeki, uzolahleka
Ndithi bamba nants' ibhatyi yam
Ungayilahli bazokuhleba (my baby)

[Chorus]
Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana
Litshomi zakho ziyakulahlekisa