Nonzwakazi Lyrics

Album: 
Echoes of Kofifi
Song Year: 
2016
Genre: 
Gospel

-

.

[Repeat]
Nonzwakazi
Inoba uyazi
Ndikuthulela umnqwazi
Ubuhle bakho bundigqiba amazwi

[Chorus]
Ekhaya bakubonile nyhani
Bakubonile ngawe
Bandibuzile ndimamele!
Nonzwakazi ndikuthandile
Ndibona mna nawe
Nonzwakazi sesitshatilehe

Hay ubuhle bakho Nonzwakazi
Benze ndoda ithuke ingazazi.
Hayi ugcwele ingcina zalomjita,
Mbelukazi mna ndiyazfela
Ndibona sithsatile mna nawe,
Ndibona sinosapho mna nawe,
We Nonzwakazi sthandwa sam
Thatha nalo lwakwa
Nalu thando lwami

[Chorus]

Kantu nje ma uvuyile
Amehlo avela agcwalu thando
Kantu nje xa uvuyile?
Uncumo lwakho lutsho ngaphakathii.
Nonzwakazi ndikuthandile
Nyhani ndikuthandile
Ndibona mna nawe sesitshatile
Ixesha lifikile kudala ndilindile
Nozwakazi kudala ndikulindilee

[Chorus]

Aow ubuhle obungaka,
Ndakwethelwa ngabadala helele,
Please utshele ubaba nomama.
Awhuu sengifuna ukukuthsata helele
Nonzwakazi helele

[Repeat]
Nonzwakazi
Inoba uyazi
Ndikuthulela umnqwazi
Ubuhle bakho bundigqiba amazwi

Helele
Nonzwakazi helele
Nonzwakazi hololo
Nonzwakazi helele

More songs