My Baby ft Amanda Black Lyrics

Album: 
Out of the Box
Song Year: 
2016
Genre: 
R&B
Featuring: 

-

.

Ndandisithi kuyadlalwa
Ndisithi uthetha nje
Ndandisithi kuyadlalwa
Ndisithi uthetha nje
Wathi kum "If you really love me show me"
She said "If you really love me tell me baby"

[Chorus]
Ndimfumene othandwa ndim (Oh)
Ndimfumene othi kum
(My baby, my baby, my man)
Ndimfumene othandwa ndim
Ndimfumene othi
"Hlala phantsi sthandwa sm awuyi ndawo"

Kunjalo ndiyavuma, ukhona ngeke ndikhale
She said "If you really love me show me"
She said "If you really love me tell me"

[Chorus]

(Nguye lo)
I've made u my mind
(Nakanjani) Ndingowakho
Nguye lo nakanjani

[Chorus]