Mntase Lyrics

Album: 
Touch Is A Move (TIAM)
Song Year: 
2016
Genre: 
Hip Hop

-

.

Andkaka Lali
Andkaka Lali
Andkaka Lali
Andkaka Lali

Chorus:
We mntasekhaya kusenzima andkazuvuka, andkakalali
Nd’the chu yathand’undbuza
andna reply
Ndsez’ntwen bandtsalatsala
Ndsenjena bandvala phantsi
Yeye mabalabale
Yeye mabalabale, ye mntasekhaya

Ayiyayay we mntasekhaya
Ayiyayay we mntasekhaya, mmmhm
We mntasekhaya

Verse:
Andavele next time syahlasela
Phela laba vele bang’qeda
Mfana on another level can’t get
Pala naba on a level times ten
Sometimes uyalahlela
Lomfana kangphenduli yand’deba
Two times ungandtholi bandmela
Shoe shine, bazoskhumbula s’gena
Wait a minute, wait a minute beka la
When you hear me on a radio course you paid me course I can do much more without you
Nama pusha kwam angayi two
When I remember back then in the day all my neighbours named Rex with their kids
We just trying to do better
Bona bazama usMovela

Chorus:
We mntasekhaya kusenzima
Andkazuvuka, andkakalali
Nd’the chu yathand’undbuza
Andna reply
Ndsez’ntwen bandtsalatsala
Ndsenjena bandvala phantsi
Yeye mabalabala
Yeye mabalabala, ye