Liziwe Lyrics

Song Year: 
2015
Genre: 
Afro Soul

-

.

sondela ntombazana
andi buthelanga mtasekhaya
ntonje ndi ndinga ithuba
lokuba nawe ndikubame
mamela ntobazana
ndiphupha ngawe ndikuthanda
and bendinga qali
ngoba kudala ndikuguna
we liziwe
ndiyakuthanda
we liziwe ndiyakufuna x2
usakhumbula ndikubiza
usakhumbula ndikulandela
ndifuna ukuzibika
kudala ndikufuna
kudala ndikuthanda
kudala ndikufuna
kudala ndikuzulela
kudala ndikuthanda
we liziwe
ndiyakuthanda
we liziwe
ndiyakufuna x4
andikhatgali noba bathini
wena ungowami ulubambo lwam
ndizocitha nawe intsuku zobomi bam
ndiyakuthandax2

More songs

-