Lahlumlenze ft. Appleseed Lyrics

Album: 
Zabalaza
Song Year: 
2006
Genre: 
Afro Soul
Featuring: 

-

.

Oh yindaba kabani le,
(yindaba kaban’ umandilahlumlenze, yindaba kabani) x3
Yindaba kabani le,
(yindaba kaban’ umandilahlumlenze, yindaba kabani) x2
Yindaba kabani le!
 
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu, (Ayhehaaaa…)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu, (Halalaaa…)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu, (Yohaaa…)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu
 
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaaa…)
Thina siphila ngengoma, (Awu yebo)
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaa…)
Thina siphila ngengoma
 
Naphila kanjani na, siphila ngengoma, (Yhe uwooo…)
Naphila kanjani na, siphila ngengoma
 
(Appleseed)
Let the music play on
Let the music play on, on and on and on! (x2)
Oh yindaba kabani (x3)
Yindaba kabani (x2)
 
Oh yindaba kabani le, (yindaba kaban’ umandilahlumlenze, yindaba kabani) x3
Yindaba kabani le, (yindaba kaban’ umandilahlumlenze, yindaba kabani) x2
Yindaba kabani le!
 
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaaa…)
Thina siphila ngengoma, (Awu yebo)
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaa…)
Thina siphila ngengoma
 
Naphila kanjani na, siphila ngengoma, (Yhe uwooo…)
Naphila kanjani na, siphila ngengoma
 
Yindaba kabani (x3)
Xa ndi, xandilahl’umlenze
Yindaba kabani (x3)
Xa ndilahl’umlenza (x2)

-