Isbhanxa Lyrics

Album: 
Coming from going to
Song Year: 
2012
Genre: 
Afro Soul

-

.

Oh my, my this fantasy took me away
Back to life reality has more to take
My poor pride she feel so hurt and so betrayed
It's alright you'll never feel my love again
Silly me, silly me, how could I, how could I, fall in love, silly girl, heh eh heh
 
Inoba ndisis'bhanxa
ndandithi uyandithanda
Inoba ndisis'bhanxa
Ndandithi uyazifela
 
Ndak'thanda wedwa
Ndis'fela ndedwa
Inoba ndisis'bhanxa
Ndisis'bhanxa
Ndak'thanda wedwa
Ndis'fela ndedwa
Inoba ndisis'bhanxa
Ndisis'bhanxa
 
In my mind i thought we had it going on
What a lie, i guess your feelings werent so strong
Silly me, silly me, how could I, how could I, fall in love, silly girl, heh eh heh
Silly me, silly me, how could I, how could I, fall in love, silly girl, heh eh heh
 
Inoba ndisis'bhanxa
ndandithi uyandithanda
Inoba ndisis'bhanxa
Ndandithi uyazifela
 
Ndak'thanda wedwa
Ndis'fela ndedwa
Inoba ndisis'bhanxa
Ndisis'bhanxa
Ndak'thanda wedwa
Ndis'fela ndedwa
Inoba ndisis'bhanxa
Ndisis'bhanxa
 
Is'bhanxa ke mna
Ndisis'bhanxa ke mna
Ndisis'bhanxa ke mna
Ndisis'bhanxa ke mna
 
Is'bhanxa ke mna
Ndisis'bhanxa ke mna
Ndisis'bhanxa ke mna
Ndisis'bhanxa ke mna

More songs

-