Inyembezi Lyrics

-

Album: 
Umbulelo Wam
Song Year: 
2016
Genre: 
Afro Soul
No votes yet

.

[Repeat]
Kant' uJesu uyandiva xa ndilila
Iinyembezi azosule, othule umnthwalo
Xa ndibek' ithemba lam kuwe, ndithuthuzele (x2)

[Repeat]
Ndiv' abaninzi besithi akukho Thixo (x2)
Xa ndibek' ithemba lam kuwe, ndithuthuzele (x2)

[Repeat]
Iinyembezi zosuliwe, iinyembezi zosuliwe
Xa ndibek' ithemba lami kuwe, ndithuthuzele (x2)

Ndiv' abaninzi bethetha ngawe
Ndiv' abaninzi benyelisa igama lakho
Besith' akekh' uThixo
Ndibek' ithemb lam kuwe