Ingxangxasi Lyrics

Album: 
Joyous 17: Grateful
Song Year: 
2013
Genre: 
Gospel

-

.

Uyingcwele Simakade
Uyingcwele Simakade
Uyingcwele Simakade
Uyingcwele Simakade

Wena wafela aboni bomhlaba
Wena wazisa izizwe iindaba
Sikhothama kuwe sibonga wena
Siguqa kuwe
Uyingcwele Simakade
Uyingweletshetshe yakwaSirayeli
Uliliwa laphakade
Sikhothama kuwe sibonga wena
Siguqa kuwe
Uyingcwele Simakade

Umkhulu uyesabeka
Ubizwa naziingxangxasi
Uyingcwele Simakade
Uyingcwele Simakade

Thiwowo thiwowowo
Thiwowo thiwowowo

More songs