Inga singabambana Lyrics

-

Genre: 
Gospel
Average: 5 (1 vote)

.

Mandiqale ngokuthi ndyabulela
Kubazali bakho ngokukukhulisa
Ndiqhubeke ngokuthi ndyabulela nakuwe
Ngal' uthando, uthand' olumnene
Lunqabile kwezi ntsuku, alufumaneki
Nditsh' uthando, uthand' olumnene
.
[chorus]
Inga singabambana, Inga singathandana
Inga singathembana ngonaphakade
I really wish, Oh! I really wish
We could be forever
[repeat till end]
.

-