A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z
HOUSE  •  HIP HOP  •  DANCE •  POP  •  ROCK  •  SOUL & JAZZ •  KWAITO  •  R&B  •  GOSPELAFRIKAANS  •  FOLK

Hlengiwe lyrics

-

Genre: 
Afro Soul
[intro]
Eh! Ntando wakwaNtu
.
Hlengiwe andidlali ngawe
Hlengiwe ndithandana nawe
Kubo bonke wena uyisithandwa sami
Kubo bonke wen ulubambo lwam
.
Ndizakubamba ngesandla, andinantloni ngawe
Abanye abantu abonwabanga, ndiyaboniswa njalo
Hlengiwe ungabahoyi sana lwam
Themba kum, yo ndizoku** ngemihla
.
Bath' indlovu ayisind ngumboko wayo
mna ndigqibile ndenze isigqibo ngok
Ndizawuhlala nawe phansi
Masixoxe sobabini, mama sikhule sobabini
Mna ndigible ndenz' isigqibo ngok
Ndiyzinikela ntombi kuwe
.
[chorus]
.
Uyimbali entle ngakum **
Andimfuni ***
Hlal' uyaz' ungumlingani kum
Ndizakunik' intloniph' iphelle
Hlengiwe, abantu abayifun' intw' entle
Ndizakuncamathela ubomi bam bonke
.
Andazi mna kumele ndenze njani yo
Xa ndikulandela bandibuza ngempangelo
Uthi ndenze njani Hlengi wam 
Ngoba kum akho ntw' ithi mandikuyeke
Ndenze njani Hlengi wam 
Xa ndingahlukana nawe ngamanxeba wodwa
.
[chorus]

Source: sgubhu.net

Similar songs

-

Ntando Bangani Photos