Bambolwam ft Simphiwe Dana Lyrics

Album: 
Ya Badimo
Song Year: 
2016
Genre: 
House
Featuring: 

-

.

[Repeat x4]
Ndikuthanda njalo dali wam
Ndikuthanda njalo

Ulubambo lwam
Uyinto yonke kum
Ndikuthande njalo
Njalo

Bamb' isandla sam
Uyinto yonke kum
Ngeke ndikushiye noma nini
Noba bangathini
Ngeke ndikushiye noma nini na
Noba bangathini na
Bamb' isandla sam
Uyinto yonke kum
Ndikuthande njalo
Njalo

Ngeke ndikushiye noma nini
Noba bangathini
Ulubambo lwam
Bamb' isandla sam
Ndikuthande njalo
Ulubambo lwam
Sohlala silibheka litshon' ilanga
Ulubambo lwam
Bamb' isandla sam
Ndikuthande njalo

Kuyophela imilambo
Nelanga lingatshoni
Ngaphambi
Koba ndikushiye
Ulubambo lwam (x2)
Sobabini nge' sihluwe lutho
Sobabini s'thandwa sam
Uzundithembe
Ngeke ndikulahle
Ulubambo lwam (x2)

Ngeke ndikushiye noma nini
Noba bangathini
Ulubambo lwam
Bamb' isandla sam
Ndikuthande njalo
Ulubambo lwam
Sohlala silibheka litshon' ilanga
Ulubambo lwam
Bamb' isandla sam
Ndikuthande njalo

More songs